Iinkokheli 13:11 Ibhayibhile (XHO96)

Waphakama ke uManowa, walandela umkakhe. Wafika wayibuza ke indoda wathi: “Ungulaa mfo wayethethe nenkosikazi yam?”“Ndinguye,” watsho umfo lowo.

Iinkokheli 13

Iinkokheli 13:6-20