Iinkokheli 12:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uJefta wawaqokelela amaGiliyadi, walwa nawo amaEfrayim, wawoyisa. (AmaEfrayim ke athi: “Nina maGiliyadi niziimbacu eziphuma kwaEfrayim nakwaManase.”)

Iinkokheli 12

Iinkokheli 12:1-12