Iinkokheli 12:14 Ibhayibhile (XHO96)

Yena ke wayenoonyana abamashumi mane nabazukulwana abangoonyana abamashumi mathathu; babekhwele iidonki ezimashumi asixhenxe. Ke uAbdon waba yinkokheli kwaSirayeli iminyaka esibhozo.

Iinkokheli 12

Iinkokheli 12:11-15