Iinkokheli 11:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ke wona azibika kuye athi: “Ewe, naxa kunjalo sibhenela kuwe ngoku, kuba sifuna uhambe nathi, ulwe nama-Amon. Uya kuba yintloko yethu sonke thina maGiliyadi.”

Iinkokheli 11

Iinkokheli 11:3-12