Iinkokheli 11:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uJefta wafikelwa nguMoya kaNdikhoyo. Wanqumla iGiliyadi nommandla wakwaManase, waya kutsho eMizpa eGiliyadi, waza ke waphuma apho waya kuhlasela ama-Amon.

Iinkokheli 11

Iinkokheli 11:19-32