Iinkokheli 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koAbhimeleki amaSirayeli akhululwa nguTola unyana kaPuwa umzukulwana kaDodo. Yena wayengowendlu kaIsakare, emi eShamire kweleentaba kwaEfrayim.

Iinkokheli 10

Iinkokheli 10:1-5