Iinkokheli 1:4 Ibhayibhile (XHO96)

Bahlasela ke abendlu kaJuda, uNdikhoyo wawanikela ezandleni zabo amaKanana namaPerezi, baza babulala ishumi lamawaka eBhezeki.

Iinkokheli 1

Iinkokheli 1:1-7