Iinkokheli 1:26 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko yaya kwelamaHiti, yakha isixeko, yathi yiLuzi igama laso. Sisabizwa ngelo gama ke nangoku.

Iinkokheli 1

Iinkokheli 1:24-33