Iinkokheli 1:24 Ibhayibhile (XHO96)

zaza zabona indoda iphuma khona, zathi kuyo: “Sibonise indlela yokungena esixekweni. Ukuba uthe wenjenjalo asiyi kukwenzakalisa.”

Iinkokheli 1

Iinkokheli 1:18-19-31