Iinkokheli 1:16 Ibhayibhile (XHO96)

Inzala kayise womka-Mosis, umKeni, yahamba nendlu kaJuda ukuphuma kwisiXeko samaSundu, yaya kumhlaba oyintlango ezantsi kweArade kwelakwaJuda, yaza ke yema phakathi kwabantu balapho.

Iinkokheli 1

Iinkokheli 1:14-28