Iinkokheli 1:10 Ibhayibhile (XHO96)

Bahlasela namaKanana awayemi eHebron eyayibizwa ngokuba yiKiriyati-arbha mandulo. Bayoyisa ke imizi yamaSheshayi, ama-Ahiman, namaTalmayi.

Iinkokheli 1

Iinkokheli 1:3-15