Iindumiso 96:10 Ibhayibhile (XHO96)

Zixeleleni iintlanga ukuba uNdikhoyo nguKumkani;nguye olizinzisayo ihlabathi, aliyi kugungqa;nguye oya kubagweba ngobulungisa bonke abantu.

Iindumiso 96

Iindumiso 96:1-13