Iindumiso 94:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. *Ndikhoyo, Thixo ongumgwebi,wena Thixo ophindezelayo, zibonakalise.

2. Lamla, wena mgwebi woluntu;babuyekeze kwangezitya zabo abantw' abazingcayo!

3. Koda kube nini na, Ndikhoyo,koda kube nini kakade esivuyelela amatshijolo?

Iindumiso 94