Iindumiso 87:3-5 Ibhayibhile (XHO96)

3. Ewe, kuthethwa kamnandi ngawe, Ziyon, sixeko sikaThixo:

4. “Phakathi kwabo bandaziyo ndibalula iJiputa neBhabheli;ewe, amaFilistiya, amaTire, namaKushe,xa ewonke aphuma eJerusalem.”

5. IZiyon kuya kuthiwa ngunozala wezizwe zonke,kuba uPhezukonke uyayixhasa.

Iindumiso 87