Iindumiso 85:8 Ibhayibhile (XHO96)

Mandiweve amazwi kaNdikhoyo uThixo;kaloku uzisa uxolo kubantu bakhe,kwabo bayimilowo yakhe engajika-jikiyo.

Iindumiso 85

Iindumiso 85:1-13