Iindumiso 82:4-8 Ibhayibhile (XHO96)

4. Khanikhulule abahlelelekileyo nama-athalala;bahlanguleni abagonyamelwa zizikhohlakali.

5. “Basemnyameni ombode-mbode;bayafathula njengempumputhela,nangona lona ihlabathi lizama-zama.

6. Ndithi: Ewe kambe, ningoothixo;nonke ningoonyana bakaPhezukonke.

7. Kambe ke niya kufa njengamntu wonke,nibhange njengamatshawe.”

8. Awu, Thixo, khawulingenele ngomgwebo ihlabathi;andithi kaloku zonke izizwe zisesandleni sakho!

Iindumiso 82