Iindumiso 79:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Iintshaba ziwuhlasele umhlaba wakho, Thixo;ziyixabhele indlu yakho engcwele,iJerusalem itsho yalinxuwa.

2. Imizimba yezicaka zakho kukutya kweentaka,izidumbu zazo zityiwa ziinyamakazi.

3. Igazi lazo laphalala njengamanzi,laba ngumgxobhozo ojikelez' iJerusalem,kungekho bani wokuzifihla.

Iindumiso 79