Iindumiso 78:70-72 Ibhayibhile (XHO96)

70. Wasinyula isicaka sakhe uDavide,wasiphuthuma ekwaluseni.

71. Wamkhupha ekwaluseni amatakane,wamenza umalusi wabantu bakhe,wangumalusi kaSirayeli ilifa lakhe.

72. Wabalusa ngokuzimisela nangenyameko;ewe, wabakhokela ngobuchule.

Iindumiso 78