Iindumiso 78:64-67 Ibhayibhile (XHO96)

64. Ababingeleli bageqwa likrele,kodwa abahlolokazi babo àbalila.

65. INkosi yathi khwaphuphu njengobelele,njengegorha elishushiswa yiwayini.

66. Wazikhaba iintshaba zakhe,zatsho zaxabheleka umlibe.

67. Wayilahla indlu kaJosefu,wayibukula indlu kaEfrayim.

Iindumiso 78