Iindumiso 78:49 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka ke wavutha umsindo wakhe,wayivulela ingqumbo yakhe ecaphukile,wababandezela ngolunya,umkhosi wezithunywa wabatshabalalisa.

Iindumiso 78

Iindumiso 78:42-56