Iindumiso 78:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, waliqhekeza iliwa, antyunty' amanzi,kwaza kwagqobhoza imilambo.Ewe, makasinik' isonka kaloku,abaph' inyama abantu bakhe.”

Iindumiso 78

Iindumiso 78:12-23