Iindumiso 78:12-14 Ibhayibhile (XHO96)

12. UThixo wenza imimangaliso phambi kooyise,eJiputa kumathafa aseZowan.

13. Walahlula-hlula ulwandle, bawela,amanzi aba yinduli ngapha nangapha.

14. Wabakhokela ngelifu emini,ebusuku wabakhokela ngomlilo.

Iindumiso 78