Iindumiso 77:18-20 Ibhayibhile (XHO96)

18. Izithonga zeendudumo zazihamba nezaqhwithi,imibane yalikhanyisa lonke ihlabathi,umhlaba wangcangcazela wanyikima.

19. Wena wadabul' ulwandle,wacand' amanzi anzongonzongo.Ke wona umkhondo wakho awufumaneki.

20. Wabakhokela njengomhlambi abantu bakhongesandla sikaMosis noAron.

Iindumiso 77