Iindumiso 72:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ngamana kwayindyebo emhlabeni,neencopho zeentaba ziqhame,kuchume njengaseLebhanon.Mabanyakazele abantu ezixekweni,baxel' ingca emadlelweni.

Iindumiso 72

Iindumiso 72:11-20