Iindumiso 71:21-23 Ibhayibhile (XHO96)

21. Uya kundizimasa, undithuthuzele kwakhona.

22. Ndiya kubeth' ihapu ndikubonge,kuba uthembekile, Thixo wam.Ndobeth' ikatala ndikudumise,wena Ngcwele kaSirayeli.

23. Ndiya kumemelela ndinemincili,ndicule ngokuzimisela okukhulungenxa yokuba undihlangule.

Iindumiso 71