Iindumiso 70:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Awu, khawuncede undihlangule, Thixo!Khawuleza, *Ndikhoyo, undincede!

2. Mabadane badideke abandizondayo;mabarhoxe baphoxeke abazungula ukundenzakalisa.

Iindumiso 70