Iindumiso 66:18-20 Ibhayibhile (XHO96)

18. Ukuba ndandizigushile izono zamuMhlekazi ebengayi kundiphulaphula.

19. Kambe ke uThixo undivile;uwuphendule umthandazo wam.

20. Ngenene ngowokubongwa uThixo.Yena akakhalalanga ndakuzibika kuye;akazibandezanga izibele zothando lwakhe.

Iindumiso 66