Iindumiso 66:16-20 Ibhayibhile (XHO96)

16. Nonke nina nimhlonelayo uThixo,yizani ndinibonise izinto andenzele zona.

17. Ndadanduluka kuye ndizibika;ndandipheth' iindumiso nemibongo.

18. Ukuba ndandizigushile izono zamuMhlekazi ebengayi kundiphulaphula.

19. Kambe ke uThixo undivile;uwuphendule umthandazo wam.

20. Ngenene ngowokubongwa uThixo.Yena akakhalalanga ndakuzibika kuye;akazibandezanga izibele zothando lwakhe.

Iindumiso 66