Iindumiso 65:4 Ibhayibhile (XHO96)

Uthamsanqelekile omnyulayo wena.Lowo umhlalisa enkundleni yakwakho.Siya kufumana ukwanela endlwini yakho,apho kukho ubunewu-newu nobungcwele.

Iindumiso 65

Iindumiso 65:1-12