Iindumiso 63:10-11 Ibhayibhile (XHO96)

10. Baya kubulawa ngekrele,babe lixhoba leengcuka.

11. Ke yena ukumkani uvuyiswa nguThixo.Bonke abaqamela ngaye baya konwaba.Amaxoki ke wona aya kusikw' umlomo.

Iindumiso 63