Iindumiso 62:10 Ibhayibhile (XHO96)

Musa ukuqamela ngezigalo;musa ukuthembela ekuphangeni.Noba bungade bufumbe ubutyebi,wena musa ukuqamela ngabo.

Iindumiso 62

Iindumiso 62:9-12