Iindumiso 59:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke mna ndiya kucula ndibonga amandla akho;ndiya kumemelela kwasekuseni,kuba uthando lwakho luyamangalisa.Kaloku wena uyinqaba yam,ungumqolomba ngomhla wembandezelo.

Iindumiso 59

Iindumiso 59:8-17