Iindumiso 59:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Khawundihlangule ezintshabeni, Thixo wam;ndikhusele kwabo bandihlaselayo.

2. Ndihlangule kubantu abagwenxa;ndisindise kwizikrelemnqa.

3. Uyabona bayandilalela.Izikhohlakali zidibana ngam,ndingonanga nokona, *Ndikhoyo.

Iindumiso 59