Iindumiso 55:22-23 Ibhayibhile (XHO96)

22. Iingxaki zakho ziphose kuNdikhoyo;yena uya kukuxhasa, akayi kuze aliyekele ilungisa.

23. Kambe ke, Thixo,uya kubeyelisela enzonzobileni abangendawo,ababulali namatshijolo,bengekagqibi nesiqingatha sobomi.Ukanti ke mna ndiya kukholosa ngawe.

Iindumiso 55