Iindumiso 50:3 Ibhayibhile (XHO96)

Uyeza uThixo wethu;yena akayi kuthi tu.Phambi kwakhe kudangazela umlilo;uphahlwe sisitshu sesivungu-vungu.

Iindumiso 50

Iindumiso 50:1-8