Iindumiso 50:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ndinibukele nizenza ezi zinto,andathetha nada nacinga ukuba nam ndifana nani.Kodwa ke ngoku ndiyakhalima;ndilaneka phambi kwenu ityala.

Iindumiso 50

Iindumiso 50:12-23