Iindumiso 5:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Khawuwabekel' iindlebe amazwi am, *Ndikhoyo,usigqale isingqala sam.

2. Kuve ukukhala kwam, kumkani wam, Thixo wam,xa ndithandazayo kuwe.

3. Uyawuva umthandazo wam, Ndikhoyo, kwakusasa:kwakusasa ndizibika kuwe, ndilinde impendulo.

Iindumiso 5