Iindumiso 49:18-20 Ibhayibhile (XHO96)

18. Nakuba ebezicingela ukuba wonwabile ngokuya ebesaphila,nokuba ebenconywa ngempumelelo,

19. wohamba aye kuhlala namanyangeangaze abonane nokukhanya.

20. Umntu osisinhanha, kodwa engenangqiqo,uyafana nje nezilwanyana ezi zitshabalalayo.

Iindumiso 49