Iindumiso 45:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ngxatsho ke, mntwan' omhle!Ezihlangwini zooyihlo kuya kungena abakho oonyana.Wena uya kubathi jize ngobungangamsha,babe zizinxiba-mxhaka ehlabathini liphela.

Iindumiso 45

Iindumiso 45:11-17