20. Ukuba besikutyeshele, wena Thixo,okanye sanqula thixo bambi,
21. andithi, wena Thixo, ubuya kuyibhaqa na naleyo?Kaloku wena uyabazi ubunzulu beentliziyo.
22. Kambe ke kungenxa yakho sisesichengeni sokubulawa nje;yiyo loo nto sesifana neegusha zokuxhelwa nje.