Iindumiso 42:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ndinomva-ndedwa,ngoku ke ndikhumbula wena, kobu bugxwayiba ndikubo,kwezi ntili zeJordan, ngakwiintaba zeHermon, neenduli zaseMiza.

Iindumiso 42

Iindumiso 42:1-10