Iindumiso 39:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ndathi: “Ndiya kuzilumkela iindlela zam,ndingoni ngokuthetha,ndilubambe ulwimi lwam xa ndiphakathi kwamatshijolo.”

2. Ndathi cwaka, andathetha nto.Ukuthula kwam akuncedanga nto,kodwa noko yona inkxwaleko yathath' unyawo.

3. Ndavalwa luvalo ndisacamanga,ndavukwa ngumva-ndedwa,ndavakala ndibuza ndisithi:

Iindumiso 39