Iindumiso 37:15-18 Ibhayibhile (XHO96)

15. Otyakatywa kwangelawo ikrele,zaphulwe nezo ntolo zawo.

16. Obo buncinanana linabo ilungisa,bungcono kunentaphane ezinayo izikrelemnqa,

17. kuba uya kuzaphul' iimpondo uNdikhoyo izikrelemnqa,awenzelelele wona amalungisa.

18. UNdikhoyo uyawabonelela amalungisa,awenze awume umhlaba ngalo lonk' ixesha.

Iindumiso 37