Iindumiso 35:26-28 Ibhayibhile (XHO96)

26. Mabadane badideke abavuyiswa yinkxwaleko yam;mabadane baphoxeke abazikhukhumalisayo.

27. Makube yimincili kwabo bafuna ndigwetyelwe;mabamemelele bathi: “Makabongwe uNdikhoyo,yena ofuna impumelelo yesicaka sakhe.”

28. Ke mna ndovakalisa ukulunga kwakho,ndikubonge imini yonke.

Iindumiso 35