Iindumiso 32:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ndithe ke ndakusivuma kuwe isono sam,ndabuxela ubugwenxa bam, ndisithi:“Ndisixela kuwe, Ndikhoyo, isono sam;”wandixolela wena ityala lam.

Iindumiso 32

Iindumiso 32:1-11