Iindumiso 30:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku yeyomzuzwana ingqumbo yakhe;ukanti buhlala buhlel' ububele bakhe.Ewe, zibakho zon' iinzingo ebusuku,kodwa kusasa kuba yimincili yodwa.

Iindumiso 30

Iindumiso 30:4-12