8. ndith' ilizwi likaNdikhoyo linyakamis' intlango,ewe, nditsho intlango yaseKadeshe.
9. Litsho kungcangcazele amanxala;litsho kuvuthuluk' amahlathi.Batsho bathi bonk' abasendlwini yakhe: “Huntshuu!”
10. NguNdikhoyo olawula oozikhukula;kaloku nguye ukumkani, koda kube nini-nini.
11. Wanga angabaph' amandl' abantu bakhe;wanga angabathamsanqela abaph' inzolo.