Iindumiso 28:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yokuba bengayinanzi imisebenzi kaNdikhoyo,kwakunye nezintw' azenzileyo,yena wobabhubhisa baphele kuthi tu,bangaze babuye bavuke.

Iindumiso 28

Iindumiso 28:1-9