Iindumiso 27:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. *InguNdikhoyo nje ondikhanyiselayo,inguye nje ondisindisayo, ndingoyika ntoni?InguNdikhoyo nje inqaba yam, ndingoyika bani?

2. Xa bendidlavula abantw' abakhohlakeleyo,iintshaba zam nabandileqayo,kokhubeka kwabona, bawe.

Iindumiso 27