7. ndivuma ingoma yombongo,ndibalisa ngazo zonk' izenzo zakhw' ezingummangaliso.
8. Ndiyakuthanda ukuhlala endlwini yakho, Ndikhoyo,apho sikhoyo isidima nesithozela sakho.
9. Ungandikhukhulisi kunye naboni,ungandidibi nezigwinta,
10. abantw' abazandla zipheth' ukungcola,abasoloko begush' ukunyoba.